Izibhalo Ezingcwele
Nezenzululwazi Ziyangqinelana

http://www.creationism.org/xhosa/BibleSci_xh.htm

Scientists down through time have often erred in matters of science.  But not the Holy Bible - which has been shown to be scientifically accurate.  While the Bible is not primarily a science text, many scientific matters are mentioned in passing; and when mentioned - they later are shown to be accurate!


Bezenzululwazi Babesakuthi
Kodwa ngoku Babonisa Oku
Ibhayibhile Oko Zazi sithi
Zingaphakathi kwe 1200 qha inkwenkwezi elizweni. Zizigidi ngezigidi iinkwenkwezi azinakubalwa ngumntu. UYeremiya 33:22a "Njengokuba ungenakubalwa umkhosi wezulu..."
Umhlaba umthebelele. Umhlaba ume okwe qanda. UIsaya 40:22a "Ngulo uhlala phezu kwesazinge sehlabathi..."
Ilitha alihambi, lihlala limile nje. Ilitha liyahamba, linesiqu esakhiwe zizinto ezifana namaza elitha (protonic). UYobhi 38:19a "Iphi na indlela esa ekhayeni lokukhanya ..."
Igazi elibi kufuneka liphalazwe ukuze umntu aphile. Igazi libalulekile empilweni ngelinye ilixa kuye kufuneke longezelelwe. UYobhi 38:31 "Unokuwabopha na amaqhina esiLimela, Uzicombulule izintya zamaKroza?"
Bad blood should be bled out, to make a person well. Blood is vital to life, sometimes a  transfusion is needed  to add blood. ILevitikus 17:11a "Kuba umphefumlo wenyama usegazini wona:..."
Umoya awuna sikali, umi nje. Oxygen, nitrogen, carbon dioxide zonke zinesikali esiviwayo. UYobhi 28:25a "Ngokuwenzela umoya ubunzima bawo ..."
Winds blow straight across the Earth. Air currents move in large circular patterns. INtshumayeli 1:6b "... uhamba ujikajikeleza, ubuye ubuya umoya ekujikelezeni kwawo."
The Earth is carried on someone's back. The Earth floats free in space. UYobhi 26:7b "... Axhome ihlabathi phezu kokungeni."
People just get sick; hand washing is not important. Many diseases spread by contact; wash your hands in running water. ILevitikus 15:13b "... elinye libe lidini elinyukayo; umbingeleli amcamagushele phambi koYehova ngenxa yokubhobhoza kwakhe.
The stars are all similar to each other. Each and every star is actually unique. EyokuQala kwabaseKorinte 15:41b "...kuba inkwenkwezi iyahluka kwenye inkwenkwezi ngobuqaqawuli."
Into nje engasuki ndawo, engenasizathu. Duku duku nje, jonga, ilizwe! Yonke into eyenzakayo itsalela macala ngokulinganayo, zitsho njalo izifundo zenzululwazi yokwenyani. Kufuneka ufake ukuze uzakuzuza. IGenesis 1:1 "Ekuqalekeni uThixo wadala amazulu nehlabathi."

Ngelilixa usomaqhuzu wezenzululwazi wama Gri ke u Claudius Prolemy (c.150 AD) wayekrelekrele wenza impazamo yokucinga ukuba ilizwe lonke lijikeleze umhlaba wayephosisa, kodwa uyabona uba abezenzululwazi bayikholelwa lonto iminyaka engapha kwe 1000. Abezenzululwazi babekholelwa ekubeni ilizwe lijikeleze umhlaba baze bayigqithisa inkolelo yabo nakwabanye abantu abafundileyo. Nje ngezankokheli zaphesheya (ibhayibhile ayikufundisi oko kwaphela). Yayikukweza kwee ngcaphephe zezenzululwazi okwakunokuphazama baze balahlekisa nabanye ukuba bachasele u Copernicus kunye no Galileo ngexesha loo 1600 A.D u Galileo wabonakalisa into yokuba ngaphezu kweminyaka engama 1000, inkolelo yeengcaphepha zenzululwazi zenza impazamo.

I Galileo akungomzekelo wenkolelo kunye nezenzulu lwazi, “isiqendu se Galileo” ngumzekelo obonisa ukuba abezenzululwazi benza impazamo. Babesele bekhohlise nabanye abathi nabo bakholelwa kule mpazamo.

Inkolo Inga Nokulunga xa Isisondeza Kwinyani.

Kwaye nazo ezenzululwazi zinako ukulunga xa Zisisondeza Kwinyani.

Iingcaphephe zezenzululwazi njengamphi na umntu wenyama ziyazenza impazamo nje ngeziya zexesha lika Galileo. Khumbula yayingabe zenzululwazi ababenze impazamo baza bakhohlisa nabanye ukuba ilizwe lijikeleze umhlaba.

Khumbula ukuba abezenzululwazi babesakudibanisa I astrology kunye ne astronomy. Babesakudibanisa I alchemy kunye ne chemistry bekhohlisa abaninzi. Ngelilixa abezenzululwazi baye bavezeukubaneempazamo ekuhambeni kwexesha, ibhayibhile ihlala ihleli ingabonakalisi bugwenxa. Ngalemihla abaqambi bezinto(evolutionists) bayelelanisa inkolo yabo nezenzululwazi nangona ezenzululwazi zichaza ukuba ukuqamba akunaku Phumelela. Kodwa ibhayibhile isixelela inyani ngemvelaphi yethu lonke eli xesha.  IGenesis 1:1 "Ekuqalekeni uThixo wadala amazulu nehlabathi."

Abaqambi bezenzululwazi baphinde baphazame ngezenzululwazi kwakhona kwaye ibhayibhile ibonakale inenyani kwaye ingenanguqu.


REFERENCES - For More Information

"Hidden Treasures in the Biblical Text" by Chuck Missler, c. 2000.  Published by Koinonia House, 120 pages.  ISBN 1-57821-127-1

"Scientific Facts in the Bible" by Ray Comfort, c.2001.  Published by Bridge-Logos Publishers, 95 pages.  ISBN 0-88270-879-1

"The Vanishing Proofs of Evolution" by Thomas F. Heinze.  Published by Chick Publications, 94 pages.  ISBN 0-758905-70-X
 

"IZIBHALO EZINGCWELE NEZENZULULWAZI ZIYANGQINELANA"
<http://www.creationism.org/xhosa/BibleSci_xh.htm>

Main:  isiXhosa
www.creationism.org